Uisaya 51:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti umlibele na uNdikhoyo uMenzi wakho,yena wawatwabululayo amazulu,yena walisekayo ihlabathi?Ngani ukuba uhlale ngedyudyu,usoyika ingqumbo yomcinezeli?Lowo uzungula ukukutshabalalisasoze abe nako ukukuchukumisa.

Uisaya 51

Uisaya 51:9-17