Uisaya 49:18 Ibhayibhile (XHO96)

Khawulaqaze uqwalasele:nâbo oonyana bakho bexhontelana;nâbo bebuya begxalathelana.Ndiyafunga mna Thixo ophilayo,nawe wozingca ngoonyana bakho,uxel' umtshakazi ngobuyoko-yoko bakhe.

Uisaya 49

Uisaya 49:14-26