Uisaya 48:8 Ibhayibhile (XHO96)

Zange uve uqonde nakuqonda,kuba ubungenako kakade.Bendikwazi ukuba wena awuthembekanga;ndiyakwazi ukuba ungumvukeli owaziwayo.

Uisaya 48

Uisaya 48:2-12