Uisaya 48:21-22 Ibhayibhile (XHO96)

21. Ngokuya wayebakhokela kwinkqantosi ebharhileyoabantu bakhe zange bafe lunxano;wabakhuphela amanzi eliweni,suka waliqhekeza, aza ampompoz' amanzi!

22. Ewe, uNdikhoyo uthi:“Akukho ukonwaba kwabakhohlakeleyo!”

Uisaya 48