Uisaya 48:17 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho ke *uNdikhoyo,uMkhululi wakho,uYedwa kaSirayeli:“Mna ndinguNdikhoyo uThixo wakho.Ndikufundisa nje kaloku ndiyakunceda;ndikufaka endleleni ekufaneleyo.

Uisaya 48

Uisaya 48:14-22