Qokelelanani niphulaphule xa ninonke.Kakade sisiphi *isithixo esinokuvakalisa into enjengale?Ndinyule oza kuhlasela iBhabheli.Yena uza kwenza oko kufunwa ndim.