Uisaya 48:12 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo uthi:“Bek' iindlebe uphulaphule, Yakobi,nditsho wena, Sirayeli endakubizayo.Mna ndinguNdikhoyo: ndingowokuqala,ndikwangowokugqibela.

Uisaya 48

Uisaya 48:10-18