Uisaya 44:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kuKoreshi ndithi:‘Nguwe oza kundalusela;nguwe oza kufezekisa icebo lam.Wena uya kuyalela uthi:“Mayakhiwe iJerusalem.”Malunga nendlu kaThixo uya kuthi:“Mazimiswe iziseko zayo.” ’ ”

Uisaya 44

Uisaya 44:18-28