Uisaya 44:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiyaluphumelelisa udaba lwezicaka zam,ndizifezekise izihlabo zabathunywa bam.IJerusalem ndithi isaza kumiwa,iidolophu zakwaJuda zibuye zakhiwe,kuvuke izixeko kuloo mabhodlo.

Uisaya 44

Uisaya 44:25-28