Uisaya 44:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangaloo mthi uyabasa, ose inyama, atye ade adikwe. Ewe, wotha umlilo ade ancome athi: “Kutsho kwamnandi; kufudumele.”

Uisaya 44

Uisaya 44:13-22