Uisaya 42:16 Ibhayibhile (XHO96)

Iimfama ndozihambisa ngeendlela ezingazaziyo;ewe, ndozikhokela ngomendo ongaqhelekanga.Kubo ubumnyama ndobujika bube kukukhanya;iingxondorha zojika zibe ngamathafa.Ezo zinto ndiya kuzenza;futhi ke soze ndizityeshele konke.

Uisaya 42

Uisaya 42:10-18