Uisaya 41:26 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto ngubani oyazise kwantlandlolo kuni,owasilumkisayo ukuze siningqinele?Akukho namnye wakha wayixela,engekho nowakha wayithi thupha.

Uisaya 41

Uisaya 41:22-29