Uisaya 41:16 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kuzijiwuza emoyeni,ke won' umoya uzitsho ziphephetheke;uqhwithelo lozithatha lumke nazo.Ke wena utsho wonwatyiswe nguNdikhoyo,undidumise mna Yedwa kaSirayeli.

Uisaya 41

Uisaya 41:15-20