Uisaya 40:4 Ibhayibhile (XHO96)

Zonke izigingqi mazidityelelwe,iintaba neenduli zidilizwe zibe ngamathafa,ke zona izixhobo zigqalwe zibe ziintili,amageduka aletyelwe abe zizithabazi.

Uisaya 40

Uisaya 40:1-12