Uisaya 40:2 Ibhayibhile (XHO96)

“Thethani kakuhle neJerusalem;dandulukani niyixelele ukuba umzabalazo wayo ufezekile.Kaloku izono zayo zixolelwe;*uNdikhoyo uyibonelele ngaphezu kunobugwenxa bayo.”

Uisaya 40

Uisaya 40:1-8