Uisaya 37:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uSenakeribhe wafumana udaba oluthi ukumkani uTiraka umKushe nanko ehlasela iAsiriya. Ngoko ke waphinda wathumela kuHezekiya esithi:

Uisaya 37

Uisaya 37:5-10