Uisaya 37:6 Ibhayibhile (XHO96)

uIsaya wathi kuwo: “Yixeleleni inkosi yenu ukuba uNdikhoyo uthi: ‘Musa ukuxhalaba yiloo nto uyivileyo – loo mazwi athethwe ngamaphakathi kakumkani waseAsiriya endithuka.

Uisaya 37

Uisaya 37:1-14