Uisaya 37:3 Ibhayibhile (XHO96)

Baya, bafika bathi: “UHezekiya uthi: ‘Lo ngumhla wenkxwaleko, impoxo, nehlazo. Sifana nomfazi ofikelwe lixesha lakhe lokuzala, kodwa engenawo amandla okujongana naloo meko.

Uisaya 37

Uisaya 37:1-13