Uisaya 37:27 Ibhayibhile (XHO96)

Abemi bazo baphelelwe ngamandla;bathe nkamalala, bayanyongoba.Nqwa nomfino emasimini phayangathi zizithombo ezithukuzayo;ngathi yingc' entshula phezu kwendlu,esuk' itshe ingakhulanga nokukhula.

Uisaya 37

Uisaya 37:17-34