Uisaya 37:16 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndikhoyo, Somandla-onke, Thixo kaSirayeli, wena osesihlalweni phakathi *kwezithunywa ezimaphiko, nguwe kuphela onguThixo olawula zonke izikumkani zehlabathi. Wena walidala izulu kwanehlabathi.

Uisaya 37

Uisaya 37:9-21