Uisaya 37:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ezo zigidimi zamnika loo leta uHezekiya, waza ke yena wayifunda wayithatha waya nayo endlwini *kaNdikhoyo, wafika wayandlala phambi koNdikhoyo.

Uisaya 37

Uisaya 37:12-17