Uisaya 37:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku wathi akuziva ezi ndaba ukumkani uHezekiya, suka wakhathazeka, wazikrazula izambatho zakhe, wanxiba ezirhwexayo zokuzila, waya endlwini *kaNdikhoyo.

Uisaya 37

Uisaya 37:1-4