Uisaya 36:8 Ibhayibhile (XHO96)

“ ‘Hayi bo! Yiza kaloku, ukhe umiselane nenkosi yam, umhlekazi ukumkani waseAsiriya. Ndokunika amawaka amabini amahashe ukuba unganabo abakhweli.

Uisaya 36

Uisaya 36:3-17