Uisaya 36:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke bona abantu abo bathula bathi cwaka, abaphendula, kuba kaloku ukumkani uHezekiya wayebayalile wathi: “Ze ningamphenduli.”

Uisaya 36

Uisaya 36:16-22