Uisaya 36:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka weshumi elinesine wokulawula kukakumkani uHezekiya kwelakwaJuda, ukumkani waseAsiriya uSenakeribhe wazihlasela wazithimba zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaJuda.

Uisaya 36

Uisaya 36:1-7