Uisaya 35:4 Ibhayibhile (XHO96)

Thetha namagwala, uthi:“Qinani, ningabi nentaka!Kaloku uyeza uThixo wenu;uza epheth' impindezelo.Nank' egush' imbuyekezo;ewe, uza kunihlangula.”

Uisaya 35

Uisaya 35:1-5