Uisaya 34:16 Ibhayibhile (XHO96)

Khangela encwadini kaNdikhoyo ufunde:Kwezi zilo akukho singekhoyo,kungekho nesingenaqabane laso,kuba lowo ngumlomo kaNdikhoyo,nguMoya wakhe oya kuziqokelela.

Uisaya 34

Uisaya 34:8-17