Apho ke uNdikhoyo woba nguThixo wethu onamandla,soba ngathi siphakathi kweentlambo nemilambo;kodwa akukho sikhephe siya kuhamba khona,kungekho nanqanawa ingangcambaza apho.