Aboni baseZiyon bayagubha liphaphu,abangakhathalele Thixo bayangcangcazela.“Ngubani ke kuthi ongamelana nomlilo olenyayo?Ngubani onganyamezela umlilo ongacimekiyo?”