Uisaya 31:4 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo uthethe nam wenjenje:“Abelusi bangafanelana beqobisa ngemikhwazo,kodwa ngunotshe ukuba bayothuse ingonyama,ingakumbi xa seyilibambile ixhoba layo.Ngokunjalo nam ke akukho bani unokundinqandaekuyikhuseleni kwam intaba iZiyon,mna Ndikhoyo uSomandla.

Uisaya 31

Uisaya 31:1-9