Uisaya 30:33 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke kudala lalungiswayo labaswa iziko,iziko ekuya kutshiswa kulo ukumkani waseAsiriya.Yinzongo-nzongo yomngxuma obanzi,iinkuni zifunjwe zayintaba.Ke yena uNdikhoyo wosuka avutheleatsho ngomlambo wedangatye,unqanqaze umlilo.

Uisaya 30

Uisaya 30:26-33