Uisaya 30:17 Ibhayibhile (XHO96)

Iwaka losukeliswa lijoni elinye;xa ninonke niya kugxothwa ngamajoni amahlanu qha,nibaleke nisabe nibe njengendwe emi yodwa entabeni phaya,nayo ke iyeyentlaba-mkhosi.”

Uisaya 30

Uisaya 30:10-24