Uisaya 30:15 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho uMhlekazi uNdikhoyo, nditsho uYedwa kaSirayeli, uthi:“Nosinda ngenguquko nokuzinikezela kum;amandla enu kukuzola nokuthembela kum.Phi ke, nisala nje!

Uisaya 30

Uisaya 30:10-24