Uisaya 3:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Nanko ke *uNdikhoyo onamandla onke!EJerusalem nakwaJuda ubhubhisa yonke intookwakuyinkxaso nesixhaso.Uza kutshayela kuthi tuukutya ngokunjalo namanzi.

2. Asisathethi ke ngamagorha namajoni,abagwebi kwakunye *nabashumayeli,oosangoma ngokunjalo neenkunkqela,

Uisaya 3