Uisaya 29:11 Ibhayibhile (XHO96)

Intsingiselo yemibono iya kufihlakala kuni, ifane nencwadi ecikiweyo. Niya kuthi nakuyisa kwabo baziyo, nisithi: “Khanisifundele,” bathi: “Asinako, kuba itywiniwe.”

Uisaya 29

Uisaya 29:2-19