Uisaya 28:7 Ibhayibhile (XHO96)

Nababingeleli ngokwabo bayanxila,nabashumayeli bayagxadazela butywala.Utywala babusela bade bahexe;ungafika beyotywe bade badideka.Abashumayeli bathwangeke bancitheka,nkqi ukuluqiqa udaba lukaThixo;nababingeleli bayashwantshatha butywala,abanako ukuyicalula imicimbi.

Uisaya 28

Uisaya 28:1-13