Kwaza kwanyembeleka, Samariya echophe phezu kwentili echumayo,ntshingandini iliqhayiya kwiinkokheli eziyantazayo zakwaEfrayim;dumasindini elitshitsha njengentyatyambo,bhongondini lamanxila!