Uisaya 27:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangelo thuba kuya kuhlokonyiswa isigodlo, sibabize beze bephuma eAsiriya naseJiputa, apho babethinjwe khona. Baya kubuya bafike banqule uNdikhoyo kwintaba yakhe eyodwa eJerusalem.

Uisaya 27

Uisaya 27:10-13