Uisaya 27:10 Ibhayibhile (XHO96)

Satsho salilolo isixeko esinqatyisiweyo.Mzindini obalekiweyo washiywa,ngoku sowumatwa nentlango.Kulapho adla khona amathole,anqunquda anqunqude acambalale.

Uisaya 27

Uisaya 27:1-13