Uisaya 26:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uNdikhoyo yena uyeza;wosuka aphume ekhayeni lakhe,aze kubohlwaya abemi behlabathi,kuba kaloku bona basuke bona.Nomhlaba ngokwawo wosuka uthetheuwaxele amagazi aphalele kuwo;wosuka ubaveze abo babulawayo.

Uisaya 26

Uisaya 26:16-21