Uisaya 24:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ingoma yezibongo ivakala eziphelweni zehlabathi:“Hayi, ubungangamsha baLowo ulilungisa!”Athi ke mna – kuxa bendiyintoni na kakade!Ewe, kunyembelekile, akukho yam kwaphela!Abangcothozi bona benza ngokungcothoza;ngokungcatsha kwabo abangcatshi bayangcotsha.

Uisaya 24

Uisaya 24:6-23