Uisaya 22:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuwunika yena umnweba osisivatho sakho, ndawonye nebhanti obhinqa ngayo, nawo onke amagunya onawo. Ke yena uya kuba nguyise kubantu baseJerusalem nabakwaJuda.

Uisaya 22

Uisaya 22:15-25