Uisaya 2:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, abantu abaninzi baya kuza, bathi:“Yizani siye entabeni kaNdikhoyo,endlwini kaThixo kaYakobi.Yena wosifundisa iindlela zakhe,ukuze thina sihambe ngazo.”Kaloku umthetho wophuma eZiyon,liphume eJerusalem ilizwi likaNdikhoyo.

Uisaya 2

Uisaya 2:1-9