Uisaya 2:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ke bona baya kungena emiqolombeni,bazifake ezimfanteni ezawaneni,bebaleka ingqumbo kaNdikhoyo,bezimela ubuqaqawuli bakheekufikeni kwakhe eze kuwurhwaqelisa umhlaba.

Uisaya 2

Uisaya 2:18-22