Esibhakabhakeni iinkwenkwezi namaqela azozosuka zifiphale zingabi nakukhanya.Ke lona ilanga lophuma lizilile,nenyanga ngokwayo iya kugungxa.