Uisaya 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Anikaneli kwesingaka sona isohlwayo?Niya kurhoxa nini kolu vukelo?Mhawoo! Intloko seyide yaboko-boko;xa uwonke nomzimba uvikivekile.

Uisaya 1

Uisaya 1:1-11