Kambe ke baya kutshabalalabonke abavukeli-mbuso nabanxaxhayo;ewe, uNdikhoyo uya kubabhubhisa bonke abakreqi.