Uhosiya 9:11 Ibhayibhile (XHO96)

Udumo lukaEfrayim lothi shwaka,luntinge lumke njengentaka.Akukho mfazi uya kukhulelwa;ewe, akukho mfazi uya kubeleka.

Uhosiya 9

Uhosiya 9:2-13