Ewe, bona amadini bayandenzela;inyama yona bajika bayitye.*UNdikhoyo ke akanelisekanga ngabo,engabulibalanga nobugwenxa babo.Ewe, yena uza kubohlwaya;baza kuphindela kwaseJiputa.