Xa bekhala abatsho ngomxhelo wabo;basuka bazibhuqa-bhuqe emandlalweni.Baqokelelana ngenxa yokutya newayini,kodwa mna bandichasile.